Uyeke

Uyeke Lyrics

Song Uyeke
Artist Heavy-K
Artist Natalia Mabaso
Album Uyeke
Download Image LRC TXT
[00:33.58] Kuthiwa uthando luyapholisa
[00:37.25] Bendicel' undinike olwakho
[00:41.09] Kuthiwa uthando luyathambisa
[00:45.52] Bendicel' undenze ndibe ngowakho
[00:49.88] Cause now I need you,
[00:52.33] I need you right now
[00:54.58] My lonely feelings,
[00:56.45] Need you to go down
[00:58.53] Cause now I need you,
[01:00.67] I need you right now
[01:02.47] My lonely feelings,
[01:04.56] Need you to go down
[01:06.36] Ndicela undithinte, undithathe undivise
[01:10.46] Undi. Tha... Tha...
[01:12.65] Undithande ngenyani
[01:14.86] Ndicela undithinte, undithathe undivise
[01:18.12] Undi. Tha... Tha...
[01:20.69] Undithande ngenyani
[01:22.93] Ndithande ooh whoa
[01:26.75] Ndithande ungaze uyeke
[01:30.84] Ndithande ooh whoa
[01:35.28] Ndithande ungaze uyeke
[01:41.28]
[02:12.64] Kuthiwa uthando lwangempela
[02:16.82] Soze ndilifumane kuwe
[02:20.44] Kodwa ndithembisa intliziyo yakho
[02:25.10] Ndilinde, uzinikezele kum
[02:29.19] Cause now I need you,
[02:32.07] I need you right now
[02:33.92] This pain is heavy,
[02:36.13] I need you to go down
[02:37.83] The storm and thunder,
[02:40.01] I need the cold now
[02:42.19] My lonely feelings,
[02:44.11] Need you to go down
[02:45.73] Ndicela undithinte, undithathe undivise
[02:49.57] Undi. Tha... Tha...
[02:52.15] Undithande ngenyani
[02:54.02] Ndicela undithinte, undithathe undivise
[02:58.02] Undi. Tha... Tha...
[03:00.28] Undithande ngenyani
[03:02.69] Ndithande ooh whoa
[03:06.80] Ndithande ungaze uyeke
[03:10.93] Ndithande ooh whoa
[03:15.16] Ndithande ungaze uyeke
[03:21.04]
[04:08.66] Ndithande ooh whoa
[04:12.79] Ndithande ungaze uyeke
[04:16.92] Ndithande ooh whoa
[04:21.08] Ndithande ungaze uyeke
[04:25.18] Ndicela undithinte, undithathe undivise
[04:28.76] Undi. Tha... Tha...
[04:31.33] Undithande ngenyani
[04:33.54] Ndicela undithinte, undithathe undivise
[04:37.15] Undi. Tha... Tha...
[04:39.77] Undithande ngenyani
[04:41.85] Ndithande ooh whoa
[04:45.79] Ndithande ungaze uyeke
[04:50.18] Ndithande ooh whoa
[04:54.03] Ndithande ungaze uyeke
[04:57.60]
Uyeke Lyrics
YouTube Results (More on YouTube)