[00:33.58] Kuthiwa uthando luyapholisa [00:37.25] Bendicel' undinike olwakho [00:41.09] Kuthiwa uthando luyathambisa [00:45.52] Bendicel' undenze ndibe ngowakho [00:49.88] Cause now I need you, [00:52.33] I need you right now [00:54.58] My lonely feelings, [00:56.45] Need you to go down [00:58.53] Cause now I need you, [01:00.67] I need you right now [01:02.47] My lonely feelings, [01:04.56] Need you to go down [01:06.36] Ndicela undithinte, undithathe undivise [01:10.46] Undi. Tha... Tha... [01:12.65] Undithande ngenyani [01:14.86] Ndicela undithinte, undithathe undivise [01:18.12] Undi. Tha... Tha... [01:20.69] Undithande ngenyani [01:22.93] Ndithande ooh whoa [01:26.75] Ndithande ungaze uyeke [01:30.84] Ndithande ooh whoa [01:35.28] Ndithande ungaze uyeke [01:41.28] [02:12.64] Kuthiwa uthando lwangempela [02:16.82] Soze ndilifumane kuwe [02:20.44] Kodwa ndithembisa intliziyo yakho [02:25.10] Ndilinde, uzinikezele kum [02:29.19] Cause now I need you, [02:32.07] I need you right now [02:33.92] This pain is heavy, [02:36.13] I need you to go down [02:37.83] The storm and thunder, [02:40.01] I need the cold now [02:42.19] My lonely feelings, [02:44.11] Need you to go down [02:45.73] Ndicela undithinte, undithathe undivise [02:49.57] Undi. Tha... Tha... [02:52.15] Undithande ngenyani [02:54.02] Ndicela undithinte, undithathe undivise [02:58.02] Undi. Tha... Tha... [03:00.28] Undithande ngenyani [03:02.69] Ndithande ooh whoa [03:06.80] Ndithande ungaze uyeke [03:10.93] Ndithande ooh whoa [03:15.16] Ndithande ungaze uyeke [03:21.04] [04:08.66] Ndithande ooh whoa [04:12.79] Ndithande ungaze uyeke [04:16.92] Ndithande ooh whoa [04:21.08] Ndithande ungaze uyeke [04:25.18] Ndicela undithinte, undithathe undivise [04:28.76] Undi. Tha... Tha... [04:31.33] Undithande ngenyani [04:33.54] Ndicela undithinte, undithathe undivise [04:37.15] Undi. Tha... Tha... [04:39.77] Undithande ngenyani [04:41.85] Ndithande ooh whoa [04:45.79] Ndithande ungaze uyeke [04:50.18] Ndithande ooh whoa [04:54.03] Ndithande ungaze uyeke [04:57.60]