Ngoku

Ngoku Lyrics

Song Ngoku
Artist Vusi Nova
Album Manyan-Nyan
Download Image LRC TXT
[00:27.19] Kutheni ndinjena?
[00:30.92] Kutheni ndiziva oluhlobo?
[00:35.27] Uthando olunjena, without you andikwazi ukuphila
[00:43.77] Usi-sthandwa sam, ungumuntu wam
[00:48.45] Cel' uhlale nam naphakade, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
[01:00.76] Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade
[01:06.20] Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
[01:18.77] Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade
[01:24.23] Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho
[01:36.70] Uzungashiyi xandikudinga, ngoba imizamo yam yonke
[01:50.07] Ndiyenzela wena, noma uqhude lufika uzungandiyeki
[02:03.05] Wena uzuqine uyiqonde ukuba ndingowakho ooh
[02:12.54]
[02:45.02] Mmm mmm mmm
[02:47.80] Ndicela undithande ngoku
[02:50.05] Nangomso naphakade uzungandishiyi
[02:57.11] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
[03:05.47] Ndicela undithande ngoku
[03:07.81] Nangomso naphakade uzungungandishiyi
[03:14.76] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
[03:23.18] Ndicela undithande ngoku
[03:25.59] Nangomso naphakade uzungungandishiyi
[03:32.67] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
[03:41.00] Ndicela undithande ngoku
[03:43.23] Nangomso naphakade uzungungandishiyi
[03:50.51] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh
[03:59.42]
Ngoku Lyrics
YouTube Results (More on YouTube)