[00:27.19] Kutheni ndinjena? [00:30.92] Kutheni ndiziva oluhlobo? [00:35.27] Uthando olunjena, without you andikwazi ukuphila [00:43.77] Usi-sthandwa sam, ungumuntu wam [00:48.45] Cel' uhlale nam naphakade, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh [01:00.76] Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade [01:06.20] Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh [01:18.77] Ndicela undithande ngoku, nangomso naphakade [01:24.23] Uzungandishiyi, ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho [01:36.70] Uzungashiyi xandikudinga, ngoba imizamo yam yonke [01:50.07] Ndiyenzela wena, noma uqhude lufika uzungandiyeki [02:03.05] Wena uzuqine uyiqonde ukuba ndingowakho ooh [02:12.54] [02:45.02] Mmm mmm mmm [02:47.80] Ndicela undithande ngoku [02:50.05] Nangomso naphakade uzungandishiyi [02:57.11] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh [03:05.47] Ndicela undithande ngoku [03:07.81] Nangomso naphakade uzungungandishiyi [03:14.76] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh [03:23.18] Ndicela undithande ngoku [03:25.59] Nangomso naphakade uzungungandishiyi [03:32.67] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh [03:41.00] Ndicela undithande ngoku [03:43.23] Nangomso naphakade uzungungandishiyi [03:50.51] Ngoba andiyonto mna ngaphandle kwakho ooh [03:59.42]