Intliziyo

Intliziyo Lyrics

Song Intliziyo
Artist Vusi Nova
Album Manyan-Nyan
Download Image LRC TXT
[00:16.37] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
[00:24.62] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
[00:33.42] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[00:42.77] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[00:51.06] Sobe ndiphinde ndithemb' omnyumntu
[01:01.14] Ndibek' ithemba lam komnyumntu emhlabeni
[01:08.37] No I'll never ndiphinde ndivumele omnyumntu
[01:18.42] Enze unothanda ngalendlela owenze ngayo
[01:26.77] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
[01:34.78] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
[01:43.57] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[01:53.15] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[02:00.83] Ndothi ndi'sheke nantoni na
[02:05.74] Uwufunxe wonke umongo
[02:10.20] Undikhukhuzile
[02:15.38] Wayophula intliziyo yam
[02:19.34] Ukuba bendazi uzondenza nje
[02:24.69] Ngendahambela gama kuwe
[02:28.94] Undonzakalisile
[02:32.19] Wabhatyaza wena ngentliziyo yam
[02:37.91] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
[02:44.66] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
[02:53.75] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[03:02.26] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[03:11.62] Ubokhumbula
[03:17.25] Ivili liyajika
[03:22.84] Uzodibana nentanga zakho ngeny' imini
[03:29.22] Bakubonise
[03:35.34] Bakwenje nje
[03:38.50] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
[03:47.91] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
[03:55.92] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[04:04.13] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[04:13.23] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
[04:22.10] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
[04:31.19] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[04:39.98] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[04:48.96] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam
[04:56.90] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho
[05:05.73] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[05:14.24] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[05:23.66] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam
[05:31.99] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje
[05:39.28]
Intliziyo Lyrics
YouTube Results (More on YouTube)