[00:16.37] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam [00:24.62] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho [00:33.42] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [00:42.77] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [00:51.06] Sobe ndiphinde ndithemb' omnyumntu [01:01.14] Ndibek' ithemba lam komnyumntu emhlabeni [01:08.37] No I'll never ndiphinde ndivumele omnyumntu [01:18.42] Enze unothanda ngalendlela owenze ngayo [01:26.77] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam [01:34.78] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho [01:43.57] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [01:53.15] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [02:00.83] Ndothi ndi'sheke nantoni na [02:05.74] Uwufunxe wonke umongo [02:10.20] Undikhukhuzile [02:15.38] Wayophula intliziyo yam [02:19.34] Ukuba bendazi uzondenza nje [02:24.69] Ngendahambela gama kuwe [02:28.94] Undonzakalisile [02:32.19] Wabhatyaza wena ngentliziyo yam [02:37.91] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam [02:44.66] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho [02:53.75] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [03:02.26] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [03:11.62] Ubokhumbula [03:17.25] Ivili liyajika [03:22.84] Uzodibana nentanga zakho ngeny' imini [03:29.22] Bakubonise [03:35.34] Bakwenje nje [03:38.50] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam [03:47.91] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho [03:55.92] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [04:04.13] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [04:13.23] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam [04:22.10] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho [04:31.19] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [04:39.98] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [04:48.96] Ingathi uybambe ngesandla, uyiqinisile intliziyo yam [04:56.90] Ingath ndiyalibon' igazi, lisehla ngengalo yakho [05:05.73] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [05:14.24] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [05:23.66] Ingathi uybambe ngesandla, awuyicingel 'intliziyo yam [05:31.99] Nentlungu ndiyayiva, ith'wan into enje [05:39.28]