| [00:15.00] |
Amehlo akho uncumo lwakho |
| [00:22.25] |
Lips zakho indlebe zakho |
| [00:29.06] |
Angiyali babe ndichazekile nguwe mna |
| [00:36.52] |
Okanye kukho into ondifakele yona |
| [00:43.68] |
Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela |
| [00:51.74] |
Bayazi biza ngamagama ibheka mina ngedwa |
| [00:59.08] |
Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela |
| [01:06.61] |
Bayazi biza ngamagama bathi ibheka mina ngedwa |
| [01:13.95] |
Wena usisithandwa sam |
| [01:15.94] |
Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda |
| [01:21.23] |
Ngentliziyo yam manyan_nyan |
| [01:25.29] |
Ndikhalela wena |
| [01:28.73] |
Wena usisithandwa sam |
| [01:30.92] |
Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda |
| [01:36.09] |
Ngentliziyo yam manyan_nyan |
| [01:40.09] |
Ndikhalela wena |
| [01:44.67] |
He bafwethu ndihlala ndicingana naye |
| [01:52.23] |
Uma nimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda |
| [01:59.63] |
He bafwethu ndihlala ndicingana naye |
| [02:07.00] |
Uma nimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda |
| [02:14.49] |
Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela |
| [02:21.90] |
Bayazi biza ngamagama bheka mina ngedwa |
| [02:29.34] |
Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela |
| [02:36.82] |
Bayazi biza ngamagama bathi ibheka mina ngedwa |
| [02:44.16] |
Wena usisithandwa sam |
| [02:45.91] |
Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda |
| [02:51.35] |
Ngentliziyo yam manyan_nyan |
| [02:55.32] |
Ndikhalela wena |
| [02:58.82] |
Wena usisithandwa sam |
| [03:00.83] |
(Ulubambo)ubambo lwam zohlala ndikuthanda |
| [03:06.82] |
Ngentliziyo yam manyan_nyan |
| [03:10.18] |
Ndikhalela wena |
| [03:13.84] |
Wena usisithandwa sam |
| [03:16.10] |
Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda ( baby) |
| [03:20.13] |
Ngentliziyo yam manyan_nyan |
| [03:25.33] |
Ndikhalela wena |
| [03:28.82] |
Wena usisithandwa sam |
| [03:31.23] |
Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda |
| [03:35.24] |
No babe ndizohlala ndikuthanda |