Amehlo akho uncumo lwakho Lips zakho indlebe zakho Angiyali babe ndichazekile nguwe mna Okanye kukho into ondifakele yona Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela Bayazi biza ngamagama ibheka mina ngedwa Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela Bayazi biza ngamagama bathi ibheka mina ngedwa Wena usisithandwa sam Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan_nyan Ndikhalela wena Wena usisithandwa sam Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan_nyan Ndikhalela wena He bafwethu ndihlala ndicingana naye Uma nimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda He bafwethu ndihlala ndicingana naye Uma nimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela Bayazi biza ngamagama bheka mina ngedwa Bayazi biza ngamagama bathi yikorobela Bayazi biza ngamagama bathi ibheka mina ngedwa Wena usisithandwa sam Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan_nyan Ndikhalela wena Wena usisithandwa sam (Ulubambo)ubambo lwam zohlala ndikuthanda Ngentliziyo yam manyan_nyan Ndikhalela wena Wena usisithandwa sam Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda ( baby) Ngentliziyo yam manyan_nyan Ndikhalela wena Wena usisithandwa sam Ulubambo lwam zohlala ndikuthanda No babe ndizohlala ndikuthanda