Hamba

Hamba Lyrics

Song Hamba
Artist Amanda Black
Album Power
Download Image LRC TXT
[00:39.57] Ndinxanelw' uthando
[00:42.38] Ndinxanelw' ithemba
[00:44.16] Ndifuna konke okusentlizweni yam
[00:49.12] There's so much I wanna see
[00:51.61] There's so much I anna be
[00:53.56] I wanna be at peace
[00:55.95] Emphefumlweni wam
[00:58.48] Ndifun' uxolo
[01:00.25] Ndinik' uxolo
[01:03.29] Ndifun' ubheka phambili
[01:05.02] Ndifun' ubheka phezulu
[01:07.89] Ndifun' ubheka phambili
[01:09.64] Ndifun' ubheka phezulu
[01:15.99] Hamba bhekile
[01:19.45] Musuhlala ndawonye
[01:25.43] Hamba bhekile
[01:29.47] Sukuhlala ndawonye
[01:34.88] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
[01:44.26] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh oh
[01:53.36] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
[02:02.77] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela
[02:08.85] Hamba baba
[02:11.47] Lomin' iyeza nakum
[02:14.92] Nakuwe, nakuwe
[02:17.20] Bhath' ivili liyajikeleza
[02:19.34] It doesn't have to be for the worst
[02:21.45] Day by day suphel' amandla
[02:24.34] Bambelela sana
[02:26.69] Uzoy'bon indlela
[02:28.94] Zulu l'yavuleka
[02:30.53] Keep on pushing through
[02:32.95] Maninzi amathuba
[02:35.10] And you know what to do
[02:37.39] Xakufik' ukukhanya
[02:39.58] Yiba nomonde
[02:42.13] Yiba nethemba
[02:44.43] Yiba nomonde
[02:46.72] Yiba nethemba
[02:48.81] Hamba bhekile
[02:52.79] Musuhlala ndawonye
[02:57.71] Hamba bhekile
[03:01.53] Musuhlala ndawonye
[03:07.18] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
[03:16.55] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh oh
[03:25.53] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela oh oh
[03:35.12] Ndinxaniwe, ndifun' ukusela
[03:41.49] Hamba baba
[03:44.99] Hhm, hhm, hhm
[03:49.00] Hhm, hhm, hhm
[03:53.83] Hhm, hhm, hhm
[03:58.26] Hhm, hhm, hhm
[04:02.86] Hhm, hhm, hhm
[04:07.79] Hhm, hhm, hhm
[04:11.93] Hhm, hhm, hhm
[04:16.68] Hhm
[04:20.69]
Hamba Lyrics
YouTube Results (More on YouTube)