Thando lwakho lupholis' umoya Thando lwakho aluthengwa baba Luyajikela (Zange wadeda, zange wadeda) Thando lwakho aluthengwa baba Usikhonzile eh isizwe Zange wadeda phambili Mini zakho Eh Ubulunga bakho Buyawudidiyel' umphefumlo wam Buyawukholis' umoya Bunonembeza mama (Bunobugcisa) Bungamanz' andonga Kwantinga ntaka (Bunobugcisa) Kwenjiwa njalo ke babhem Laph' uhamba khona K'khul' okuhle kodwa mbhem Kwenjiwa njalo Kwenjiwa njalo ke Laph' uhamba khona K'khul' okuhle kodwa Kwenjiwa njalo Thando lwakho lupholis' umoya Thando lwakho aluthengwa baba Luyajikela (Zange wadeda, zange wadeda) Thando lwakho aluthengwa baba Thando lwakho lupholis' umoya Thando lwakho aluthengwa baba Luyajikela (Zange wadeda, zange wadeda) Thando lwakho aluthengwa baba Uyikhonzile imin' entsha Bazokubek' amabala Qinisela Eh Uba bendinepeni Ezingamakhulukhulu luyajikela bo Thando lwakho luyimpilo Thando lwakho aluthengwa (Lolwethu sonke)Lungamanz' andonga Kwantinga ntaka bo (Lolwethu sonke)