Wakhala unontlupheko Ecinga ooKhathazekile Imini zobuhlungu Ngoku, ngok'uyazibuza Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi Isizathu! Utat' uMabi uyazama Ethengi yeza lobaliba Izazela zeminyaka Ngoku, nanku uyazibuza Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi Isizathu Umalusi akazifuni yena Uthi soze, soz' ayemlanjen Abanye abantu ubabeka phezulu Yen'uMabi uyabuzisa Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi Isizathu Ndim umoni ongaziboni Nguw' eyam inyani, nguw' eyam indlela Uzundichol' ethulini undibonisa Undikhumbuze xa ndilibele Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi .Isizathu ×2 Siphi Isizathu ×2 Siphi na ×2 Siphi ×2 Isizathu ×2 Siphi na ×2 Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi .Isizathu ×6