[00:22.72] Wakhala unontlupheko [00:28.44] Ecinga ooKhathazekile [00:33.58] Imini zobuhlungu [00:38.84] Ngoku, ngok'uyazibuza [00:43.48] Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi [00:51.04] Isizathu! [00:55.54] Utat' uMabi uyazama [01:00.19] Ethengi yeza lobaliba [01:05.59] Izazela zeminyaka [01:10.35] Ngoku, nanku uyazibuza [01:14.84] Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi [01:22.51] Isizathu [01:26.43] Umalusi akazifuni yena [01:31.26] Uthi soze, soz' ayemlanjen [01:35.75] Abanye abantu ubabeka phezulu [01:41.45] Yen'uMabi uyabuzisa [01:46.00] Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi [01:53.76] Isizathu [01:57.90] Ndim umoni ongaziboni [02:02.89] Nguw' eyam inyani, nguw' eyam indlela [02:07.96] Uzundichol' ethulini undibonisa [02:13.88] Undikhumbuze xa ndilibele [02:18.17] Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi .Isizathu ×2 [02:38.82] Siphi [02:40.72] Isizathu ×2 [02:42.98] Siphi na ×2 [02:46.36] Siphi ×2 [02:51.94] Isizathu ×2 [02:53.56] Siphi na ×2 [02:58.71] Ukuba siph' (siphi), siph' (siphi), siphi .Isizathu ×6 [03:06.20]