Ehhh Ndino'mona ngawe Undikhalisa, undikhalisa Ubusuku bonke Luyoze oluthando luphele nini? Ndizi hlukumezisa, ndizihlukumezisa ngawe Inde lendlela endiyi hambileyo Ndiyabona udikiwe ndim Inde lendlela, endiyi gqithileyo Ndifuna ukubona ubuso bakho Ndihlala ndiku cinga Phezolo bebendibuza ukuthi wayaphi nyanomntu Utshone phi ndicele uphume baby Abanye bayahleka Ndihlala ndithandaza Ukuthi kuphele konke Ubuhlungu endinabo Inde lendlela endiyi hambileyo Ndiyabona udikiwe ndim Inde lendlela, endiyi gqithileyo Ndifuna ukubona ubuso bakho Inde lendlela endiyi hambileyo Ndiyabona udikiwe ndim Inde lendlela, endiyi gqithileyo Ndifuna ukubona ubuso bakho Zimela Ukuze ndingaku boni Ndisezoma ngaphandle Phendula ukuthi ndendze njani Ndincede makhelwane Inde lendlela endiyi hambileyo Ndiyabona udikiwe ndim Inde lendlela, endiyi gqithileyo Endiyi hambileyo.